NoMoreLyrics - lyrics database of all music genres and a lot of soundtrack lyrics
Browse by artist:   A B C D E F G H I J K L M N O P Q R S T U V W X Y Z #
Deutsch Nederland French Italiano Türkçe Russian Arabic Hebrew
Home >> THE SOIL >> Susan
Album: Nostalgic Moments (2014)

Susan

Hello Family!
We will do this one time and one time only!
We would like to take you back to a place where you've never been
But you know what?
You will feel like you've been there!
Susan, Susan
I miss you baby, come home!

Susan...
Zundi khumbuleee...
Susan...
Zundi khumbuleee...

[NTSIKA FANA NGXANGA:]
Imil' ingqondo ayisa kwazi noku sebenza (ikhumbul'u Susan wam)
Ebusu nobu Thongo buya ndi phelela (buyandi phelela)
U Thando lwakho nyhani mna ndi nalo
Intombi Balo,
Uyazi ndi ncom' ubuhle bakho njalo-njalo
Njalo-o ndixak' uba, uvel' uske ube rongo
Ufuna sidlale all-night longo...

Susan...
Zundi khumbuleee...
Susan...
Zundi khumbuleee

[BUHLEBENDALO MDA:]
Thula ndi vile!
Ndiya vuma kudala ndimkile!
Thula ndi vile!
Kudala ne minyak' iphelile!
Thula ndivile!
Ndiyavuma kudala ndimkile
Thula ndi vile!
Ndibuyel' ekhaya, Ndibuyel' ekhayaaa...

[LUPHINDO 'MASTER P' NGXANGA:]
Ndithetha nawe Susan
Ndithetha nawe Susan
Ndithetha nawe Susan
Ndi... thetha naweee...

[KHULI CHANA:]
Suzzy ngoan'a batho
I met her in Thohoyandou,
Via mpintsh'yaka Orlando
Then we madeup in Mmabatho
Live happily ever after
Tshaba maaka a batho
Di tsala tsame dia ntshega
Olathla joang ngoana?
Are you so fool... eish?
Oa Pala ngoanyana, ohana ho pala monoana
Are: ke na le Kattar, Ne kopa o nthuse hle!
Oa Pala ngoanyana, ho palama Kara
A bula ke didimala ka mosetsana Susan
(ka mosetsana Susan)

Susan...
Zundi khumbuleee...
Susan...
Zundi khumbuleee

Ndithe ndi jongile!
Ndabona yona intokazi ezi thobile (u Susan)
Ebe ndi bonile, e tshona yen' ezantsi ezi fihlile

Waye fun' unga bon'u Susan (u Susan)
Okokuba yen' uphil' enga bon' u Susan (u Susan)
Yintoni ingxaki khawthethe Susan
Ndi funa Lovey khawbuye Susan

Susan...
Zundi khumbuleee...
Susan...
Zundi khumbuleee

Susan...
Zundi khumbuleee...
Susan...
Zundi khumbuleee
Zundi khumbuleee


All lyrics are property and copyright of their owners. All lyrics provided for educational purposes only.
Copyright © 2003-2019 No More Lyrics .net